Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eSt. George

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Saint George
I-Riverview Guesthouse "The Loft"
9 Mat – 6 Epr
Yi$1 885 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Utopia
I-Utopia Lakeide Loft
17 Mat – 14 Epr
Yi$2 104 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-220
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-St. Andrews
Indlu esemaphandleni esedolophini iSaint Andrews
9 Nov – 7 Dis
Yi$2 428 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saint Croix
Indlu yamaplanga etofotofo eneengxangxasi
24 Sep – 22 Okt
Yi$2 407 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSt. George

Birch Grove Restaurant & Take outbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
St. George Your Independent Grocerbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pub On Mainbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
St. George Fallsbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pete's Dairy Barbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fortune Riverbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.