Iindawo Zokurenta Inyanga eSt. Stephen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Oak Haven, Canada
Safe Haven loft Waterfront property in Oak Haven
12 Okt – 9 Nov
Yi$2 671 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Saint George
I-Riverview Guesthouse "The Loft"
29 Nov – 27 Dis
Yi$1 914 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-St. Andrews, Canada
Indlu esemaphandleni esedolophini iSaint Andrews
21 Jan – 18 Feb
Yi$1 893 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191
ISuperhost
Indlu encinci e-Oak Bay
Ukujika iiTides Oceanfront Indlu Encinci
3 Sep – 1 Okt
Yi$2 361 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-316

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSt. Stephen

Walmart Supercenterbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carman's Dinerbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Atlantic Superstorebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
5 Kings Restaurant & Picaroons Brewhousebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Chocolate Museumbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tradewinds Shop 'n Savebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.