Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eStafford

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Stafford
Igumbi lokulala eliyi-1 elinembali
3–31 Dis
Yi$1 851 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Tolland
Indlu Yokuhamba
20 Nov – 18 Dis
Yi$2 033 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Tolland
Iloft yesitudiyo esitofotofo
30 Aga – 27 Sep
Yi$1 884 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Stafford
Iflethi yale mihla enophahla
4 Aga – 1 Sep
Yi$3 540 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseStafford

Stafford Motor Speedwaybayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Basil's Restaurantbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big Y World Class Marketbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shenipsit State Forestbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stafford Ciderybayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ice Cream Depotbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.