Iindawo Zokurenta Inyanga eStainton by Langworth

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Potterhanworth
Inqugwala, Isihlomelo Esineendawo Ezizimeleyo eziyi-2 kufutshane neLincoln
21 Sep – 19 Okt
Yi$1 555 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Lincolnshire
U-Enola (ngaphambili 'i-Annex'), u-Ludford, u-Matt Rasen
17 Mey – 14 Jun
Yi$1 305 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185
Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Branston Booths
I-Milking Parlour, inqolobane yezitena e-Morland Farm
27 Jan – 24 Feb
Yi$2 416 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Lincolnshire
Indlu esemaphandleni esemgangathweni kufuphi neLincoln
14 Sep – 12 Okt
Yi$2 230 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.