Iindawo Zokurenta Inyanga eStarkey

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Lodi
Ilayibrari Endala ye-Whittier e-Finger Lakes
4 Mat – 1 Epr
Yi$2 234 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-229
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hector
Indawo engasechibini kwiSeneca Wine Trail
24 Dis – 21 Jan
Yi$3 717 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-249
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hector
Ikhaya lika-Hazlitt Winery Founder
28 Jul – 25 Aga
Yi$4 291 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-281
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Hector
Iwayini Trail Cabin enendawo yokubuka -cabin 2
20 Jan – 17 Feb
Yi$4 596 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-205

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.