Iindawo Zokurenta Inyanga eStone Town

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zanzibar Town
Uphahla olutsha lwanamhlanje-Studio in Zanzibar Town -1-
10 Epr – 8 Mey
Yi$1 413 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zanzibar Town
Ukuhlala Okubangel 'umdla eStonetownetown
4 Epr – 2 Mey
Yi$1 603 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-371
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zanzibar
Unique Stone Town Retreat with Large Balcony & AC
3–31 Aga
Yi$4 181 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zanzibar
I-Stylish Stone Town Pad Enendawo Yokungena Yabucala Ne-AC
15 Epr – 13 Mey
Yi$4 646 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseStone Town

Stone Townbayi 82 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lukmaan Restaurantbayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stone Town Cafebayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iforthi Eyintshabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Park Hyatt Zanzibarbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Darajanibayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.