Iindawo Zokurenta Inyanga eSvendborg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Svendborg
Indawo encinci yale mihla kwisixeko saseSvendborg
29 Dis – 26 Jan
Yi$1 670 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Svendborg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufutshane embindini wedolophu, izibuko kunye nolwandle
21 Okt – 18 Nov
Yi$1 728 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Svendborg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enembonakalo yeSvendborgsund
1–29 Jan
Yi$2 342 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-371
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Svendborg
Ukubuka ulwandle ngee-degree eziyi-180 - Ukubuka ulwandle ngokupheleleyo - Meerblick
16 Jan – 13 Feb
Yi$3 852 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseSvendborg

Svendborg Swimming Poolbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Naturamabayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
føtexbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Valdemars Slotbayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kvickly Svendborg Storcenterbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Christiansminde Stampemollebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.