Iindawo Zokurenta Inyanga eThayne

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Afton
Indlu Yamaplanga Etofotofo-Akukho mali yokucoca
13 Jan – 10 Feb
Yi$1 586 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-261
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thayne
Indlu Yasezintabeni Yangoku Neyabucala
25 Mat – 22 Epr
Yi$2 455 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-204
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Afton
Indlu esemaphandleni Etofotofo
29 Okt – 26 Nov
Yi$3 819 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Etna
Indlu Yamaplanga Epholileyo #2
23 Mat – 20 Epr
Yi$3 417 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThayne

Tootsiesbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Valley Marketbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Juan's House of Tacosbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.