Iindawo Zokurenta Inyanga eThézan-lès-Béziers

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Magalas
Kwindawo yokwenza iwayini, istudiyo esincinci esihle.
10 Dis – 7 Jan
Yi$1 343 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pailhes
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enepuli negadi yabucala
14 Mey – 11 Jun
Yi$1 377 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-44
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Thézan-lès-Béziers
Jolie Villa "Le Mimosa" clim au calme70 m2 jardin
23 Jan – 20 Feb
Yi$2 014 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Thézan-lès-Béziers
Indlu entle esentliziyweni yedolophana yaseS Langudoc
11 Mat – 8 Epr
Yi$3 962 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-36

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.