Iindawo Zokurenta Inyanga eThibodaux

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Thibodaux
Indlu enevaranda enamagumbi okulala ayi-2, esembindini.
26 Mey – 23 Jun
Yi$2 529 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Houma
Igumbi eliyi-1: litofotofo kwaye lihle
4 Jul – 1 Aga
Yi$1 903 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Thibodaux
Ikhuselekile | Intle | Ipholile - Imizuzu ukusuka eDowntown naseNicholls
13 Jul – 10 Aga
Yi$2 020 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Thibodaux
I-Goode Times
2–30 Jul
Yi$3 148 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThibodaux

Rouses Marketbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Off the Hookbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Spahr's Downtownbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Peppers Pizzeriabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fremin's Restaurantbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bourgeois Meat Marketbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.