Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eThornbury

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-The Blue Mountains
Isitudiyo kwiiBlue Mountains
17 Nov – 17 Dis
Yi$1 208 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Collingwood
I-Sun & Ski Garden - Unyaka wonke ubumnandi kunye nokuphumla
4 Mey – 5 Jun
Yi$1 799 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Meaford
I-ROOST - i-luxury suite kufutshane neBlue Mountain
26 Mey – 23 Jun
Yi$1 572 ngenyanga
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Clarksburg
Rustic 2 bedroom cabin on top of Blue Mountain
17 Jan – 16 Feb
Yi$1 695 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseThornbury

The Dam Pub Gastropub & Whisky Barbayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Foodland - Thornburybayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Mill Cafebayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Thornbury Bakery Cafebayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Corner Cafe & Grillbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Winifred's English Pubbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Canada
  3. Ontario
  4. Grey County
  5. Thornbury
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga