Iindawo Zokurenta Inyanga eThree Mile House

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa e-Scotstown, Ireland
Yindawo yosapho, Yasekhaya, Kwilizwe
29 Nov – 27 Dis
Yi$1 176 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-180
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Ballybay, Ireland
I-Bluebell Farm - Indawo Epholileyo Yendawo Epholileyo
9 Jun – 7 Jul
Yi$1 467 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-248
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Aughnacloy, Dungannon , United Kingdom
I-Whitelough Rest
9 Okt – 6 Nov
Yi$2 356 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Moynalty, Ireland
Iphupha leBarn, iMoynalty Village, iKells. Meath.
9 Dis – 6 Jan
Yi$1 440 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-327

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.