Iindawo Zokurenta Inyanga eTierra del Pan

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zamora
I-El Rincón de Balborraz
2–30 Jul
Yi$1 109 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zamora
I-Penthouse yeeNdwendwe. (Igaraji yasimahla)
29 Nov – 27 Dis
Yi$1 503 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-374
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zamora
El Patio de Miren
6 Okt – 3 Nov
Yi$1 136 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zamora
El Rincón de Miren
14 Okt – 11 Nov
Yi$1 183 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTierra del Pan

Iziko leZamorabayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wolf King of Pinchitosbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko lezwe laseZamorabayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bar Caballerobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Los Pelambresbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Las Aceñasbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.