Iindawo Zokurenta Inyanga eTimber Ridge

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Intente e-Fairfield
Intente ekuthiwa yi-tipi enembonakalo entle ye-Blue Ridge Mountains
8 Nov – 6 Dis
Yi$2 770 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-1045
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Rockbridge Baths
Indlu Yamaplanga Encinci Ehlathini ithule kwaye iyimfihlo!
15 Jul – 12 Aga
Yi$1 975 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-259
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lexington
I-Main St Lex, i-Queen BR neKhitshi elincinci
21 Dis – 18 Jan
Yi$2 035 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Lexington
Indlu yamaplanga eLazy Acres Farm. Kufuphi neVMI W&L, VHC
17 Feb – 17 Mat
Yi$3 880 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.