Iindawo Zokurenta Inyanga eTin Can Bay

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tin Can Bay
"Kwi-Bay" Tin Can Bay QLd, 4580
13 Aga – 10 Sep
Yi$2 227 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-147
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tin Can Bay
Iholide ethe cwaka xa uhamba usuka ecaleni kolwandle.
11 Mey – 8 Jun
Yi$2 313 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-213
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tin Can Bay
I-Tin House Tin Can Bay - Inja enobuhlobo
31 Mey – 28 Jun
Yi$2 072 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-198
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tin Can Bay
I-Idyllic Relaxing Unspoiled Tin Can Bay
15 Mey – 12 Jun
Yi$2 740 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-226

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTin Can Bay

Barnaclesbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Snack Shackbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woolworthsbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tin Can Bay Country Clubbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Temptations by the Waterbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tin Can Bay Marinabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.