Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTinténiac

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Dinan
Iflethi okanye indlu ekwicomplex kwiziko lezem
21 Mey – 18 Jun
Yi$878 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Bécherel
Indlu yamatye encinci esentliziyweni yeBécherel
22 Mey – 19 Jun
Yi$1 682 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tinténiac
Maison traditionnelle, entre terre et mer
13 Mat – 10 Epr
Yi$1 777 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tinténiac
Indlu etofotofo abantu abayi-4
26 Mat – 23 Epr
Yi$2 112 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTinténiac

Le Genty Homebayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Vieille Aubergebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
LE VIEUX MOULIN – Hôtel, restaurant gastronomique et mariage à Hédé en Ille et Vilaine (Bretagne)bayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chateau de Montmuranbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Petite Portebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Les Fées Gourmandesbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.