Iindawo Zokurenta Inyanga eTirumala

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tirupati
I-TrueLife Homestays | Isikhululo sikaloliwe | Inkonzo Ephezulu
22 Okt – 19 Nov
Yi$1 098 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-396
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tirupati
Iindawo Zokuhlala Zokwenyani - Ukuthi zava - Indawo - Inkonzo
8 Sep – 6 Okt
Yi$1 106 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Tirupati
Umnyango Otyheli
30 Jun – 28 Jul
Yi$654 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-35
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Tirupati
Indlu ekwicomplex ekwicomplex
21 Jan – 18 Feb
Yi$524 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. India
  3. Andhra Pradesh
  4. Tirupati
  5. Tirumala
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga