Iindawo Zokurenta Inyanga eTittensor

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Mill Meece
Indawo Yokuhlala Esemaphandleni Eyi-1
13 Jan – 10 Feb
Yi$1 709 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-282
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Staffordshire
Isitudiyo esineflethi okanye indlu ekwicomplex enomoya otyib
1–29 Mey
Yi$1 375 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-238
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Stoke-on-Trent
Ibhedi ehonjisiweyo ye-3 Semi Trentham Stoke kwiTrent
10 Okt – 7 Nov
Yi$3 127 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Swynnerton
I-Woodland View - indawo yokuphola
27 Sep – 25 Okt
Yi$2 340 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-347

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTittensor

Iitshaphephethi zase-Trenthambayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Trentham Estatebayi 74 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Trentham Monkey Forestbayi 70 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.