Iindawo Zokurenta Inyanga eTlalpan

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-EMexico City
I-Tlalpan, kwisiXeko saseMexico - into enokonwatyelwa ekhethekileyo yesixeko
21 Jul – 18 Aga
Yi$1 292 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-EMexico City
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle ekufutshane Nezibhedlele/I
25 Epr – 23 Mey
Yi$988 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-206
ISuperhost
Indlu engasemva e-EMexico City
Iloft etofotofo, Indawo Yesibhedlele, UC, UIC, UVM.
15 Sep – 13 Okt
Yi$279 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-EMexico City
Indlu yamaplanga: indawo ezimeleyo eTlalpan Centro
5 Jul – 2 Aga
Yi$636 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTlalpan

Paseo Acoxpabayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Aztec Stadiumbayi 109 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gran Surbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Los Dinamosbayi 50 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Universumbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Centro De Tlalpanbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.