Iindawo Zokurenta Inyanga eTodmorden

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-West Yorkshire
I-cosy grade II edweliswe kwisihlomelo, ilala abantu abane
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 968 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-West Yorkshire
I-Nobel Nook
29 Jan – 26 Feb
Yi$2 503 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-397
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hebden Bridge
Iflethi epholileyo eseluphahleni enembonakalo entle yentlambo
4 Nov – 2 Dis
Yi$1 428 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-352
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-West Yorkshire
Ifama yeWoodbottom - iholide eyiSplendid Yorkshire!
22 Jul – 19 Aga
Yi$2 770 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTodmorden

Stoodley Pikebayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Golden Lionbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Todmorden Sports Centrebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The White Hartbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gordon Rigg Garden, Home & Leisure & Rigg's Farm Shop (Todmorden)bayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hare & Houndsbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.