Iindawo Zokurenta Inyanga eToledo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Toledo
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomplex ekwicomple
8 Epr – 6 Mey
Yi$1 273 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Toledo
Cozy One Bedroom Lower Unit with Kitchenette
11 Dis – 8 Jan
Yi$1 542 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Maumee
I-Boho Chic Apartment eMaumee
27 Jan – 24 Feb
Yi$1 670 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Toledo
Igumbi lokulala elinye #3
8 Jan – 5 Feb
Yi$1 979 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseToledo

Hollywood Casino Toledobayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Franklin Park Mallbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Huntington Centerbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Toledo Zoobayi 117 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Toledo Museum of Artbayi 125 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fifth Third Fieldbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United States
  3. EOhio
  4. Lucas County
  5. Toledo
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga