Iindawo Zokurenta Inyanga eTomkins Cove

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tomkins Cove
I-Hudson Valley Victorian enemibono yoMlambo
8 Nov – 6 Dis
Yi$6 034 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Haverstraw
I-Haverstraw Hospitality Suite
8 Feb – 8 Mat
Yi$2 176 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-281
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Peekskill
Indawo encinci esemahlathini
15 Sep – 13 Okt
Yi$2 754 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Peekskill
I-Peekskill Carriage House Downtown Studio
3–31 Jul
Yi$3 194 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTomkins Cove

Sheeran'sbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stony Point Battlefieldbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stony Point Lighthousebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.