Iindawo Zokurenta Inyanga eTonaki Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Okinawa-shi
Igumbi 201! Ixabiso eliphantsi kakhulu nelihle kakhulu!Indawo Yokupaka yasimahla/Istudiyo/Yonke yabucala
Yi$673 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
Ithandwa zindwendwe
Inqugwala e-今帰仁村
Kuphela kwiqela elinye ngosuku, iMirakai Aquarium kunye neKouri Island zihamba ngemizuzu eyi-10 ukusuka kwindlu engasemva, kwaye ulwandle oluhle luhamba umzuzu oyi-1.
11 Dis – 8 Jan
Yi$861 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-417
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Onna, Kunigami-gun
Umoya waseMzantsi
18 Nov – 16 Dis
Yi$2 047 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-中頭郡
Indawo kaCeci Ipholile ibe ithe cwaka!
9 Okt – 6 Nov
Yi$885 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.