Iindawo Zokurenta Inyanga eToorloo Arm

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Tostaree
Ukuphumla kwifama esebenzayo - eStockmans
8 Okt – 5 Nov
Yi$1 011 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lakes Entrance
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle - Kufuphi neDolophu
21 Jul – 18 Aga
Yi$2 332 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lake Tyers Beach
Iflethi Engaselwandle
19 Epr – 17 Mey
Yi$3 578 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lakes Entrance
Iyunithi 2/Iiyunithi Zeholide ZaseMzantsi
17 Epr – 15 Mey
Yi$2 180 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseToorloo Arm

Wyanga Park Winerybayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stony Creek Trestle Bridgebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mingling Watersbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.