Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTorbe

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Arbizzano-Santa Maria
“I-Valpolicella View” Luxury&PanoramicApt withPool🌴
17 Okt – 14 Nov
Yi$2 731 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Negrar di Valpolicella
I-Dolci Vecchi Ricordi eValpolicella
23 Jan – 20 Feb
Yi$1 388 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-75
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Negrar
"A casa meraki"
4 Jan – 1 Feb
Yi$1 692 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-98
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Negrar
Indlu kaPaula eValpolicella
13 Sep – 11 Okt
Yi$1 645 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-67

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTorbe

Trattoria Caprinibayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Trattoria Dalla Bicebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ristorante Casale Spighettabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Italy
  3. Veneto
  4. Province of Verona
  5. Torbe
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga