Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eTorbole

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Riva del Garda
I-Casa Vannina - Ukubuka ichibi (+ iibhayisekile eziyi-2!)
17 Feb – 17 Mat
Yi$2 521 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Nago-torbole
I-Windsurfer 's Suite - iGarda Lake View
3–31 Dis
Yi$3 119 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nago-torbole
-Wind Rose Apartments 022124-AT-815342
3 Feb – 3 Mat
Yi$4 123 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nago-torbole
I-Residenza Betty Torbole sul Garda
15 Dis – 12 Jan
Yi$2 561 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTorbole

Lidlbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sentiero Busatte Tempestabayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pizzeria al Porto di Arcobayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wind's Bar Torbolebayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ristorante Pizzeria Al Portobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Circolo Vela Torbolebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.