Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eYuchi Township

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Yuchi Township
I-Carbin ifumaneka kwi-Sun Moon Lake.
Yi$1 368 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-910
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Xitun District
I-CHAOMa - Iflethi Epholileyo eTaichung ~
18 Mey – 15 Jun
Yi$563 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-268
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Yuchi Township
Indlu iseSun Moon Lake.
15 Epr – 13 Mey
Yi$1 894 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-639
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Caotun Township
【 Indawo yokuxhoma itonela 】 Ibalungele abazali nabantwana abaceba uhambo oluya eNantou, yonwabela ibhafu enamanzi ashushu, umngxuma wesanti, ipuli yeqonga, igadi yethala, kunye nemarike yasebusuku yezihlangu zengca.
3–31 Okt
Yi$715 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.