Iindawo Zokurenta Inyanga eZapatilla Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Puerto Viejo de Talamanca, Costa Rica
Indlu yamaplanga yokuphola elwandle epholileyo
17 Okt – 14 Nov
Yi$998 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-198
ISuperhost
Indlu enevaranda e-Bocas del Toro, Panama
I-Romantic Over the Water Bungalow eneBhedi Enokudada
4 Jan – 1 Feb
Yi$1 951 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bocas del Toro, Panama
Charming Bocas Apartment - 1 BR 1BA
14 Aga – 11 Sep
Yi$1 031 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Puerto Viejo de Talamanca, Costa Rica
I-Studio Zena phumla, ucamngce kwaye wonwabele indalo!
25 Sep – 23 Okt
Yi$803 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.