Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eZlaté Klasy

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dunakiliti, Hungary
Ikhaya laseDunakiliti elinendawo yokubona
10 Jun – 8 Jul
Yi$796 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Šamorín
Iflethi entle kufuphi ne-X-Bionic Sphere
30 Mey – 27 Jun
Yi$820 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-65
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bratislava, Slovakia
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enebhal
2–30 Jul
Yi$708 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-49
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Michal na Ostrove
Indlu esemaphandleni kufuphi neSlovakiaring
10 Jun – 8 Jul
Yi$1 073 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.