Iindawo Zokurenta Inyanga eZona Industrial, Urbanizacion El Bosque

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Cúcuta
Iloft entle- Apartaestudio 301 Cúcuta
18 Mat – 15 Epr
Yi$452 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-44
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cúcuta
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo ne
20 Sep – 18 Okt
Yi$550 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cúcuta
Apartamento en Cúcuta
23 Sep – 21 Okt
Yi$643 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cúcuta
Cómodo apto 203 muy cerca a C.C. Unicentro Cúcuta
11 Jun – 9 Jul
Yi$483 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.