Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eAcapulco

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Acapulco
Ready post hurricane OTIS. All services available!
15 Jul – 12 Aga
Yi$2 249 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Acapulco de Juárez
Fully functioning and safe apartment-502
6 Epr – 4 Mey
Yi$2 112 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-344
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Acapulco de Juárez
Ukufikelela elunxwemeni ngokuthe ngqo, indawo entle nokhuseleko
31 Okt – 28 Nov
Yi$1 696 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Acapulco de Juárez
¡Ya estamos de regreso! Ocho Acapulco Bay
15 Mey – 12 Jun
Yi$4 779 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAcapulco

Hotel Princess Mundo Imperialbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Isla Shopping Villagebayi 537 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Playa Puerto Marquésbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Quebradabayi 111 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vidanta Acapulcobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
i-Playa Condesabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Mexico
  3. Guerrero
  4. Acapulco
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga