Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga ePlaya Diamante, Acapulco de Juárez

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Acapulco
Ready post hurricane OTIS. All services available!
15 Jul – 12 Aga
Yi$2 249 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Acapulco
Indlu eAcapulco Diamante ilungile emva KWEOTIS
26 Epr – 24 Mey
Yi$1 395 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Acapulco de Juárez
5. Depto. Acapulco Diamante (Solo Adultos)
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 203 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Acapulco de Juárez
Hermoso Depa en la mejor zona y amenidades únicas
24 Sep – 22 Okt
Yi$1 201 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePlaya Diamante, Acapulco de Juárez

Vidanta Acapulcobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mayan Palacebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Paititi del Marbayi 157 abantu basekuhlaleni abayincomayo
100% Naturalbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Bar La Granjabayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Jaiba Locca Diamantebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Mexico
  3. Guerrero
  4. Acapulco
  5. Playa Diamante
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga