Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga ePunta Diamante

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Acapulco
Ready post hurricane OTIS. All services available!
21 Sep – 19 Okt
Yi$1 885 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Acapulco
Acapulco Golden. 300Mbps. 3BR. 2 BA. Facturamos.
15 Epr – 13 Mey
Yi$1 414 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Acapulco de Juárez
Fully functioning and safe apartment-502
14 Jun – 12 Jul
Yi$1 959 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Acapulco de Juárez
Ukufikelela elunxwemeni ngokuthe ngqo, indawo entle nokhuseleko
3–31 Jul
Yi$1 731 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePunta Diamante

Playa Puerto Marquésbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Revolcaderobayi 54 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Revolcaderobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Banyan Tree Cabo Marquésbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Quinta Real Acapulcobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Playa Hermosabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Mexico
  3. Guerrero
  4. Acapulco
  5. Punta Diamante
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga