Iindawo Zokurenta Inyanga eAn Cư

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Indlu enendawo yokuphola e-Thành phố Châu Đốc
Indlu enendawo yokuphola inefenitshala epheleleyo, icocekile, ikhuselekile.
16 Jun – 14 Jul
Yi$1 168 ngenyanga
4.62 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Thị xã Hồng Ngự
Indawo Yokuhlala Emthini
20 Mey – 17 Jun
Yi$1 512 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Indlu e-Hồng Ngự
Mango Tree Homestay
5 Aga – 2 Sep
Yi$1 087 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala
Indlu enendawo yokuphola e-Thành phố Châu Đốc
Indlu enendawo yokuphola isandul 'ukwakhiwa, icocekile, ikhuse
6 Epr – 4 Mey
Yi$1 948 ngenyanga
4.33 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Vietnam
  3. An Giang
  4. An Cư
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga