Iindawo Zokurenta Inyanga eAnnecy

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sévrier
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo, ibhalkhoni, indawo ethe cwaka nekumgangatho ophezulu.
5 Okt – 2 Nov
Yi$1 227 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Annecy
Isitudiyo esitofotofo ~ indawo yesikhululo sikaloliwe
1–29 Epr
Yi$1 151 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Annecy
I-Chez L'Alice: embindini wedolophu, ukuzola, ukutofotofo
4 Okt – 1 Nov
Yi$2 040 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Annecy
"Isitudiyo esincinci se-grafik"
3–31 Okt
Yi$1 194 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAnnecy

Ibhuloho Lomthandobayi 92 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Impérial Palacebayi 85 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Albigny Beachbayi 80 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centre commercial Courierbayi 183 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Chaletbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centre Commercial Carrefour Annecybayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.