Iindawo Zokurenta Inyanga eAnniviers

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Luc
Isitudiyo esinamanyathelo ayi-2 ukusuka kwiindawo ezonwabisayo.
29 Jul – 26 Aga
Yi$1 392 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Luc
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enomtsalane kwindlu ye
16 Okt – 13 Nov
Yi$2 603 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vissoie
Isitudiyo esithuleyo eVal d 'Anniviers
10 Feb – 10 Mat
Yi$1 773 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Saint-Luc
Ukubona iindawo ezintle ezinyaweni zamathafa okutyibilika ekhephini
13 Okt – 10 Nov
Yi$3 087 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAnniviers

St.-Luc (Val d'Anniviers)bayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chandolin Boutique Hotelbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Moirybayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hôtel Weisshornbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Crêt du Midibayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bella Tola hutbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.