Iindawo Zokurenta Inyanga eAntioquia

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Medellín
Indlu esemaphandleni nendalo eSanta Elena
16 Epr – 14 Mey
Yi$466 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-140
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Granada
Reconfortante casa de campo en Granada Ant.
6 Aga – 3 Sep
Yi$305 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-54
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Santa Elena
Cabaña Nepal en Santa Elena.
16 Mey – 13 Jun
Yi$317 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-21
Ithandwa zindwendwe
Inqugwala e-Guarne
cabaña campestre ¡Mi dulce sueño!
20 Sep – 18 Okt
Yi$345 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.