Iindawo Zokurenta Inyanga eColombia, El Poblado

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Medellín
Explora*trabaja*vive la ciudad*buen clima*WIFI 300
24 Dis – 21 Jan
Yi$1 103 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Medellín
Iloft Yedolophu Enendawo Yokubona Entle eyi-1BR
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 351 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Laureles
Laureles - Muy bien ubicado
24 Okt – 23 Nov
Yi$403 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Medellín
Safe Apartmen in Poblado Castropol
17 Aga – 14 Sep
Yi$728 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseColombia, El Poblado

Premium Plazabayi 86 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mercado del Ríobayi 132 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Uber Medellin | Punto Clavebayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko lezobuciko zeModern Art eMedellinbayi 354 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Piketeadoro Ciudad del Riobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Industrial Metro Stationbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.