Iindawo Zokurenta Inyanga eMedellín

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-El Poblado
Iloft Yedolophu Enendawo Yokubona Entle eyi-1BR
14 Jan – 11 Feb
Yi$1 406 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-El Poblado
Explora*trabaja*vive la ciudad*buen clima*WIFI 300
22 Aga – 19 Sep
Yi$1 056 ngenyanga
ISuperhost
I-loft e-El Poblado
Iflethi entle e-El Poblado
28 Jan – 27 Feb
Yi$2 419 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Laureles-Estadio
Modern fully equipped apartment Conquistadores
24 Aga – 23 Sep
Yi$405 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMedellín

El Tesoro Park Commercialbayi 191 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Oviedobayi 424 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Unicentrobayi 210 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lleras Parkbayi 227 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Istedi yase-Atanasio Girardotbayi 174 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseBerríobayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.