Iindawo Zokurenta Inyanga eArlington

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Arlington
Tiny Studio near Everything! AT&T Stadium * 7 min!
3–31 Dis
Yi$1 552 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Irving
Irving Cottage- DFW Airport/Dallas
14 Jul – 11 Aga
Yi$1 467 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fort Worth
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo yango-1930
10 Epr – 10 Mey
Yi$1 862 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Arlington
I-Chic Guest House w/Indawo Yokungena Yabucala kunye neGaraji yokupaka
20 Epr – 20 Mey
Yi$1 620 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseArlington

I-AT&T Stadiumbayi 880 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Globe Life Park e-Arlingtonbayi 338 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Globe Life Fieldbayi 59 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Texas Live!bayi 203 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Grand Prairie Premium Outletsbayi 114 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Parks Mall e-Arlingtonbayi 122 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.