Iindawo Zokurenta Inyanga eAtkins

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Rural Retreat
Ipulazi Lomalusi Wami Indlwana Eyingqayizivele, Efihliwe Gem
11 Jun – 9 Jul
Yi$1 940 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Marion
Umama olambileyo Island. Indawo ekhethekileyo yokuphola kwindlu yamaplanga.
28 Sep – 26 Okt
Yi$4 223 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Whitetop
I-Whitetop Station Rental eVirginia Creeper Trail.
14 Feb – 14 Mat
Yi$2 111 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Troutdale
Eyona ndlu incinci yamahashe eTroutdale!!
7 Mey – 4 Jun
Yi$3 114 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-226

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.