Iindawo Zokurenta Inyanga eAtlantic Highlands

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Staten Island
1-BdRm Entire Apartment St. George
Yi$1 581 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Atlantic Highlands
Indlu yamaplanga yakho wedwa
9 Epr – 7 Mey
Yi$3 971 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-298
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Highlands
I-BEACHHOUSE BEACH KUNYE NEEKHABHATHI EMVA KWENDLU
17 Aga – 14 Sep
Yi$8 016 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Staten Island
Indlu esemaphandleni ekuthiwa yi-Sweet Pea
6 Dis – 5 Jan
Yi$2 174 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-338

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseAtlantic Highlands

Mount Mitchill Scenic Overlookbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
On the Deckbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Super Foodtown of Atlantic Highlandsbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Henry Hudson Trail / Popamora Pointbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
One Willowbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sissy's At the Harborbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.