Iindawo Zokurenta Inyanga eAubignan

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Aubignan
Indlu esembindini welali enegadi ne-jaccuzi
6 Okt – 3 Nov
Yi$1 702 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-182
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Lafare
Indawo yokuhlala eLafare, ukususela kubantu abayi-1 ukuya kwabayi-6, usuku olunye okanye ngaphezulu
27 Dis – 24 Jan
Yi$1 193 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-270
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Carpentras
Studio 1 en cœur de ville
16 Jan – 13 Feb
Yi$640 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-52
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pernes-les-Fontaines
studio authentique au calme
23 Aga – 20 Sep
Yi$658 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.