Iindawo Zokurenta Inyanga eBernuy de Porreros

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Segovia
Isitudiyo esitsha sedolophu
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 117 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Hontanares de Eresma
Indlu yamaplanga enepuli ekwikhilomitha eziyi-12 ukusuka eSegovia
27 Okt – 24 Nov
Yi$1 540 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-244
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Segovia
Iflethi okanye indlu ekwicomplex kufuphi neZiko leMegaleon - IYUNITHI YE-MEGALE
18 Dis – 15 Jan
Yi$2 393 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-184
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Segovia
Iflethi enelanga. Ukutshona kwelanga
28 Mey – 25 Jun
Yi$2 917 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.