Iindawo Zokurenta Inyanga eBethany

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Greenwood
Phola kweli gumbi labucala likufutshane neShreveport
16 Jun – 14 Jul
Yi$1 960 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-243
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Marshall
I-Sunset Cabin
24 Jun – 22 Jul
Yi$1 920 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-261
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Shreveport
Indlu esemaphandleni ekuthiwa yiSunset Lake
16 Nov – 14 Dis
Yi$2 095 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-235
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Keatchie
I-DeeDee 's B&B
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 259 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-206

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.