Iindawo Zokurenta Inyanga eBilligheim-Ingenheim

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Heuchelheim-Klingen
Ferienwohnung Palatina - Auszeit in der Pfalz
4 Jan – 1 Feb
Yi$1 090 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Landau
I-Wingert ithetha isidiliya
25 Dis – 22 Jan
Yi$1 134 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-195
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Landau in der Pfalz
Casita 36 m² 2-rooms, Independent flat Landau City
5 Dis – 2 Jan
Yi$1 397 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-272
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Steinweiler, Germany
I-In-law Steinweiler
19 Dis – 16 Jan
Yi$1 098 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.