Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eBitonto

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Molfetta
Efikelelekayo & Chic ngeBovio. Itofotofo, ithule, isembindini.
23 Epr – 21 Mey
Yi$995 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu eyenziwe ngomhlaba e-Molfetta
Iloft yamatye enebhalkhoni ejongene nolwandle
20 Jan – 17 Feb
Yi$2 370 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Giovinazzo
Indlu kaRubini
16 Nov – 14 Dis
Yi$1 414 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bari
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etof
7 Okt – 4 Nov
Yi$1 259 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBitonto

I-Cathedral ye-Bitontobayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Il Patriarcabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tommaso Traetta's Theatrebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ragno Verdebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pizzeria Pokerbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chiesa del Purgatoriobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.