Iindawo Zokurenta Inyanga eBlankenrath

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Buch
KwiGolden Reh - indlu yeholide.
16 Mat – 13 Epr
Yi$1 073 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-187
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mittelstrimmig
Iflethi ETF enegadi entle
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 410 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-331
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zell (Mosel)
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yale mihla ekwindawo entle kaMosel
21 Sep – 19 Okt
Yi$1 487 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Liesenich
Ikhaya leholide "Bienenhäuschen"
1 Feb – 1 Mat
Yi$1 896 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.