Iindawo Zokurenta Inyanga eBlueys Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Blueys Beach
Walk2Every-PetFriendly, I-WIFI, i-Linen, i-BBQ
13 Nov – 11 Dis
Yi$3 407 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Elizabeth Beach
Ii-poppies e-Jizzy
30 Jul – 27 Aga
Yi$2 767 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-217
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Boomerang Beach
Ulwandle Ilinen yasimahla, i-wifi i-smart tv i-Netflix
5 Aga – 2 Sep
Yi$2 861 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-487
ISuperhost
Indlu e-Blueys Beach
I-Blueys Shack
31 Okt – 28 Nov
Yi$7 658 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseBlueys Beach

Mobys Beachside Retreatbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kembali Cafebayi 90 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hueys at Blueys Pizzeria and Barbayi 68 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Drift Cafebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mobys on Red Gum Restaurant/Cafebayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
JENZ@BLUEYS BEACHbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.