Iindawo Zokurenta Inyanga eBonner County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Sandpoint
I-Alpine Condo
27 Epr – 25 Mey
Yi$1 382 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ponderay
I-Elga 's Acres - yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex. Ilala abantu abayi-4
29 Sep – 27 Okt
Yi$1 313 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-169
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Sandpoint
I-South Sandpoint Studio
12 Jun – 10 Jul
Yi$1 580 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Sandpoint
Indlu yamaplanga eCedars.Close to Lake,Town & Mountain
16 Epr – 14 Mey
Yi$1 585 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-239

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.